Ezekiel 6:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye ababuleweyo beya kuwa pakati kwenu; naniya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kuwa obuleweyo esazulwini senu; nazi ukuba ndinguYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nababuleweyo baya kuwa phakathi kwenu, nazi ukuba ndinguYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu baya kugeqwa likrele phakathi kwenu, ukuze niqonde ukuba mna ndinguNdikhoyo.