Ezekiel 6:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kusalisa isisalela noko, ekubeni niya kuba nabasindileyo eṙeleni pakati kwezizwe, nxa nitiwe sa emazweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kushiya amasalela, ngokuthi kubekho kuni abasindileyo ekreleni phakathi kweentlanga, ekuchithwachithweni kwenu emazweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kushiya amasalela, ukuze kubekho kuni abasindileyo ekreleni phakathi kweentlanga, ekuchithwachithweni kwenu emazweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kodwa abanye ndiya kubasindisa, kuba bakho abaya kusaba lingabazuzi ikrele ngeli xesha nisarhazwe kwezinye izizwe namazwe.