Ezekiel 8:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kanjalo kum: Buya ujike, wauya kubona intshontsho ezinkulu nakwezi, abazenzayo bona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kum, Usaya kubuya ubone amasikizi awenzayo amakhulu kunala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya wathi kum, Guquka, ubone amasikizi amakhulu abawenzayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
INkosi iqhube yathi: “Uza kubabona besenza izinto ezinezothe ngaphezu kwezi.”