Ezekiel 8:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati kum: Ubonile na, nyana woluntu! Buya ujike, wauya kubona intshontsho ezinkulu kuzo ezi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kum, Ubonile na, nyana womntu? Usaya kubuya ubone amasikizi awenzayo amakhulu kunala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kum, Ubonile na, nyana womntu? guqukani, wobona ubunzima ngaphezu koku.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ithe kum: “Uyayibona le nto, mntundini? Useza kubona amanyundululu angaphezu kwala.”