Ezekiel 9:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo nam, iliso lam aliyi kuba nosizi, andiyi kuba nenceba kanjako; indlela yabo ndoyibuyekeza pezu kwentloko yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke nam aliyi kuba nanceba iliso lam, ndibaconge; ndiya kubanika ngokwendlela yabo entlokweni yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko emehlweni am aliyi kuba nanceba iliso lam kubo, ndingabi namfesane kubo, ndibanikele entlokweni yabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko andizi kuba nanceba ndibasindise, kodwa baya kuvuna loo nto bayilimileyo.”