Ezekiel 9:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
amaxego, n amadodana, nentombi, nentsapo, nabafazi, babulaleni ngokugqibela; kodwa onke amadoda ekupeza kwawo upau, ningasondeli kuwo; nize niqale endaweni yam eyingcwele. Aza aqala ngabadala abebepambi kwendlu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amaxhego, amadodana nomthinjana, abantwana nabafazi, babulaleni, ukuze batshabalale; ke bonke abantu abanophawu olo, musani ukufika kubo; nize niqalele ke engcweleni yam. Aqala ke ngamadoda amakhulu abephambi kwendlu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amaxhego, amadodana, namaxhego, nabantwana, nabafazi, kodwa ningasondeli nakwindoda inophawu; niqale endaweni yam engcwele. Baqala ke ngabantu abadala ababephambi kwendlu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nityakatye nitshabalalise amaxhego, amadodana neentombi, abafazi nabantwana, kodwa maze ningamchukumisi onophawu. Qalani kanye esibingelelweni.” Ngoko nangoko baqala ngamadoda amakhulu ayelapho phambi kwendlu kaThixo.