Ezra 10:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bagqiba ngawo onke amadoda abebezekile abafazi bezinye intlanga ngowesinye umhla wenyanga yokuqala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bayigqiba into yonke yamadoda abezeke abafazi bezinye iintlanga, elusukwini lokuqala lwenyanga yokuqala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bawatshabalalisa onke amadoda awayezeke abafazi bezinye iintlanga, ngomhla wokuqala wenyanga yokuqala;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
baza ke kumhla wokuqala wenyanga yokuqala bawufeza umcimbi wawo onke amadoda awayethathe abafazi abaziintlanga.