Ezra 10:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwafunyanwa kubo onyana babaperisite abebezekile abafazi bezinye intlanga: kubo onyana baka‐Yoshuwa unyana ka‐Yotsadaki, nabazalwana bake; u‐Mahaseya, no‐Eliyezeri, no‐Yaribe, no‐Gedaliya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Koonyana bababingeleli kwafunyanwa ababezeke abafazi bezinye iintlanga: koonyana bakaYeshuwa unyana kaYotsadaki, nabazalwana bakhe: ingooMahaseya, noEliyezere, noYaribhi, noGedaliya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Koonyana bababingeleli kwafumaneka abafazi bezinye iintlanga: oonyana bakaYeshuwa unyana kaYotsadaki, nabazalwana babo; noMahaseya, noEliyezere, noYaribhi, noGedaliya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwinzala yababingeleli naba abathathe abafazi abaziintlanga: Kwinzala kaYeshuwa kaYozadaki nabantakwabo nguMaseya noElezere noYaribhi noGedaliya.