Ezra 10:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakubo onyana baka‐Yimeri; u‐Hanani, no‐Zebadiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
koonyana bakaImere yanguHanani noZebhadiya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
koonyana bakaImere; uHanani noZebhadiya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwinzala kaImere nguHanani noZebhadiya.