Ezra 10:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakubo onyana baka‐Harime; u‐Mahaseya, no‐Elija, no‐Shemaya, no‐Yehili, no‐Huziya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
koonyana bakaHarim yanguMahaseya, noEliya, noShemaya, noYehiyeli, noUziya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
koonyana bakaHarim; noMahaseya, noEliya, noShemaya, noYehiyeli, no-Uziya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwinzala kaHarim nguMaseya noEliya noShemaya noYehiyeli noUziya.