Ezra 10:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakubo o‐Sirayeli: kubo onyana baka‐Paroshe; u‐Ramiya, no‐Yiziha, no‐Malekiya, no‐Miyamine, no‐Elezari, no‐Malekiya, no‐Benaya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kumaSirayeli: koonyana bakaParoshe yanguRamiya, noIziya, noMalekiya, noMiyamin, noElazare, noMalekiya, noBhenaya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
koonyana bakaParosi yangu-Eriyeli; uRamiya, noYesiya, noMalekiya, noMiyamin, noElazare, noMalekiya, noBhenaya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwamanye amaSirayeli ngâba: Kwinzala kaParoshe nguRamiya, noIziya noMalekiya noMiyamin noElazare noMalekiya noBhenaya.