Ezra 10:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakubo onyana baka‐Pahati‐mowabi; u‐Hadena, no‐Kelali, u‐Benaya, u‐Mahaseya, u‐Mataniya, u‐Betsalele, no‐Binuwi, no‐Manase.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
koonyana bakaPahati wakwaMowabhi yanguAdena, noKelali, noBhenaya, noMahaseya, noMataniya, noBhetsaleli, noBhinwi, noManase;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
koonyana bakaPahati-mowabhi; nguAdena, noKelali, noBhenaya, noMahaseya, noMataniya, noBhete-saleli, noBhinuwi, noManase;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwinzala kaPahati-mowabhi nguAdena noKelali noBhenaya noMaseya noMataniya noBhezaleli noBhinuwi noManase.