Ezra 10:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Suka wena, ngokuba ipezu kwako lento; kanjalo tina soba nawe; yomelela, wenze ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Vuka, ngokuba le nto iphezu kwakho; singakuwe; yomelela, wenze.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Vuka; ngokuba le nto yeyakho; nathi siya kuba nani; yomelelani niyenze.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke phakama; lo mcimbi usezandleni zakho. Thina siza kukuxhasa. Yomelela wenze.”