Ezra 10:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wesuka u‐Ezera, wafungisa inkosi zabaperisite, n aba‐Levi, no‐Sirayeli bonke, ukuba baya kwenza ngalo elilizwi. Bafunga ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavuka uEzra, wabafungisa abathetheli bababingeleli, nababaLevi, nabamaSirayeli onke, ukuba benze ngokwelo lizwi;bafunga ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wesuka wema uEzra, wabafungisa ababingeleli abakhulu, nabaLevi, noonyana bonke bakaSirayeli, ukuba benze ngokwelo lizwi; Bafunga ke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku waphakama uEzra, waqokelela bonke ababingeleli abaphambili nabaLevi noSirayeli ephela, wathi mabafunge ukuba baza kwenza njengoko sekuthethiwe. Basenza ke isifungo.