Ezra 2:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usapo luka‐Adonikame, ngamakulu matandatu anamashumi matandatu anesitandatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana baka-Adonikam ibingamakhulu amathandathu, anamanci mathandathu anabathandathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
oonyana baka-Adonikam babengamakhulu amathandathu anamashumi mathandathu anesithandathu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
eka-Adonikam 666