Ezra 2:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usapo lwase‐Rama ne‐Gaba, ngamakulu matandatu anamashumi mabini anesinye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana baseRama neGabha ibingamakhulu amathandathu, anamanci mabini anamnye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana baseRama neGabha ibingamakhulu amathandathu, anamanci mabini anamnye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
abaseRama naseGebha 621