Ezra 2:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amadoda ase‐Betele ne‐Hahai, ngamakulu mabini anamashumi mabini anesitatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amadoda aseBheteli neAyi ibingamakhulu amabini, anamanci mabini anamathathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
amadoda aseBheteli neAyi ibingamakhulu amabini, anamanci mabini anamathathu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
abaseBhetele naseAyi 223