Ezra 2:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usapo lwase‐Senaha, ngamawaka matatu anamakulu matandatu anamashumi matatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana baseSenaha ibingamawaka amathathu, anamakhulu amathandathu, anamanci mathathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
oonyana baseSenege ibingamawaka amathathu, anamakhulu mathandathu, anamanci mathathu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
abaseSena 3 630