Ezra 2:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usapo luka‐Shefatiya, ngamakulu matatu anamashumi asixe̔nxe anesibini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaShefatiya ibingamakhulu amathathu, anamanci asixhenxe anababini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
oonyana bakaShefatiya babengamakhulu amathathu anamashumi asixhenxe anesibini;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ekaShefatiya 372