Ezra 2:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aba‐Levi: usapo luka‐Yoshuwa no‐Kadimele, olwosapo luka‐Hodaviya, ngamashumi asixe̔nxe anesine.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
AbaLevi: oonyana bakaYeshuwa noKademiyeli, koonyana bakaHodaviya, ibingamashumi asixhenxe anabane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
abaLevi: oonyana bakaYeshuwa noKademiyeli koonyana bakaHodawa babengamashumi asixhenxe anesine.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AbaLevi: inzala kaYeshuwa noKademiyeli ngomlibo kaHodaviya 74