Ezra 2:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usapo lwabalindimnyango: usapo luka‐Shalume, usapo luka‐Atere, usapo luka‐Talimone, usapo luka‐Hakube, usapo luka‐Hatita, usapo luka‐Shobai: olu lwonke, likulu linye elinamashumi matatu anetoba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana babamasango: oonyana bakaShalum, oonyana baka-Atere, oonyana bakaTalemon, oonyana baka-Akubhi, oonyana bakaHatita, oonyana bakaShobhayi, bebonke ibilikhulu, elinamanci mathathu anesithoba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana babagcini-masango, oonyana bakaShalum, oonyana baka-Atere, oonyana bakaTalemon, oonyana baka-Akubhi, oonyana bakaHatita, oonyana bakaShobhayi, bebonke belikhulu elinashumi-nye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abalindi-masango endlu kaThixo: inzala kaShalum, uAtere, uTalemon, uAkubhi, uHatita, noShobhayi 139