Ezra 2:43 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aba‐Netini: usapo luka‐Tsiha, usapo luka‐Hasufa, usapo luka‐Tabahoti,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abakhonzi betempile: oonyana bakaTsiha, oonyana bakaHasufa, oonyana bakaTabhayoti,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abakhonzi betempile: oonyana bakaSiha, oonyana bakaHasufa, oonyana bakaTaboti,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izicaka zendlu kaThixo: inzala kaZiya, uHasufa, uTabhayoti,