Ezra 2:48 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
usapo luka‐Retsine, usapo luka‐Nekoda, usapo luka‐Gazame,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oonyana bakaRetsin, oonyana bakaNekoda, oonyana bakaGazam,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noonyana bakaRetsin, noonyana bakaNekoda, noonyana bakaGasam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uRezin, uNekoda, uGazam,