Ezra 2:49 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
usapo luka‐Huza, usapo luka‐Paseha, usapo luka‐Besai,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oonyana bakaUza, oonyana bakaPaseha, oonyana bakaBhesayi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nabantwana bakwa-Usa, nabantwana bakwaPasaki, nabantwana bakwaBhesayi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
u-Uza, uPaseya, uBhesayi,