Ezra 2:50 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
usapo luka‐Asena, usapo luka‐Mehunime, usapo luka‐Nefusime,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oonyana baka-Asna, oonyana bakaMehunim, oonyana bakaNefusim,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nabantwana bakwa-Asna, nabantwana bakwaMehuni, nabantwana bakwaNefushim,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uAsna, uMewunim, uNefusim,