Ezra 2:55 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usapo lwezicaka zika‐Solomone: usapo luka‐Sotai, usapo luka‐Soferete, usapo luka‐Peruda,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana babakhonzi bakaSolomon: oonyana bakaSotayi, oonyana bakaSoferete, oonyana bakaPeruda,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana babakhonzi bakaSolomon: oonyana bakaSotayi, oonyana bakaSofereti, oonyana bakaPeruda;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inzala yezicaka zikaSolomon: inzala kaSotayi, uSoferete, uPeruda,