Ezra 2:57 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
usapo luka‐Shefatiya, usapo luka‐Hatili, usapo luka‐Pokerete‐tsebayime, usapo luka‐Ami.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oonyana bakaShefatiya, oonyana bakaHatili, oonyana bakaPokerete-tsebhayim, oonyana baka-Ami.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nabantwana bakwaShefatiya, nabantwana bakwaHatili, nabantwana bakwaPogereti kaSebhayim, nabantwana bakwa-Ami.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uShefatiya, uHatili, uPokerete-zebhayim, noAmi