Ezra 2:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usapo luka‐Pahati‐mowabi, olwosapo luka‐Yoshuwa n o‐Jowabi, ngamawaka mabini anamakulu asibozo aneshumi linesibini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaPahati wakwaMowabhi, koonyana bakaYeshuwa noYowabhi, ibingamawaka amabini anamakhulu asibhozo, aneshumi elinye elinababini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
oonyana bakaPahati wakwaMowabhi, koonyana bakaYeshuwa noYowabhi, ibingamawaka amabini, anamakhulu asibhozo, aneshumi elinye elinababini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ekaPahati-mowabhi ngomlibo kaYeshuwa noJowabhi 2 812