Ezra 2:67 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
inkamela zabo bezingamakulu mane anamashumi matatu anesihlanu; amaqwaṙashe abo ebengamawaka matandatu anamakulu asixe̔nxe anamashumi mabini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
iinkamela zabo ibingamakhulu amane, anamanci mathathu anantlanu; amaesile ibingamawaka amathandathu, anamakhulu asixhenxe, anamanci mabini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
iinkamela zabo ibingamakhulu amane, anamanci mathathu anantlanu; amaesile ibingamawaka amathandathu, anamakhulu asixhenxe, anamanci mabini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
iinkamela zingamakhulu amane mashumi mathathu nantlanu; iidonki zona zisisithandathu samawaka, amakhulu asixhenxe mashumi mabini.