Ezra 3:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba abantu bebengenakuqiqa ilizwi lesimemezo sovuyo, ngenxa yelizwi lokulila kwabantu: ngokuba abantu bamemeza ngesimemezo esikulu, yada intlokoma yavakala kwa kude.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abantu ababa nakulahlula ilizwi lokuduma ngokuvuya kwilizwi lokulila kwabantu; ngokuba abantu babeduma ngodumo olukhulu;ilizwi lavakala nakude.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Apho abantu babengenakulihlula ilizwi lovuyo nokukhala kwabantu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaba yintsholo nje engazekiyo nokuba yimikhwazo yovuyo na okanye zizikhalo. Kaloku abantu basuka batsho ngamayeyeye, ntsholo leyo yayivakala nakude.