Ezra 4:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ZATI zakuva intshaba zo‐Juda no‐Benjamine, ukuba usapo lwasekutinjweni belusakela uyehova, utixo wo‐Sirayeli, itempile,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, bakuva ababandezeli bamaYuda nabamaBhenjamin, ukuba oonyana basemfudusweni bamakhela itempile uYehova uThixo wakwaSirayeli,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zakuva iintshaba zakwaYuda nezakwaBhenjamin, ukuba bathinjwa bamakhele indlu uYehova, uThixo kaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke iintshaba zikaJuda noBhenjamin zithe zakuva ukuba abo babuyileyo ekuthinjweni nâbo besakha indlu *kaNdikhoyo uThixo kaSirayeli,