Ezra 4:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nezinye intlanga owazifudusayo u‐Asenapare omkulu odumileyo, wazihlalisa ezixekweni zase‐Samariya, nabanye banganeno kwomlambo, — nokunjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nezinye izizwe, awazithimbayo uOsnapare omkhulu obekekileyo, wazibeka emzini wakwaSamari, nakweminye nganeno koMlambo, nakwezinye iindawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nezinye iintlanga, awazithimbayo uAsnapare omkhulu, obekekileyo, wazibeka emizini yakwaSamari, nakweminye nganeno koMlambo umEfrati, ngaloo mihla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nabo bonke abantu abeziswa apho ngohloniphekileyo umhlekazi uOsnapare, abo wabafudusa wabamisa kwisixeko saseSamariya nakwezinye iindawo kwelentshona ye-Efrati.