Ezra 4:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makwazeke kaloku kukumkani, ukuba, nxa esisixeko siya kwakiwa, na nxa indonga ziya kufezwa, akasayi kunika umnikelo, n okuqo̔la, nesitabataba, woti wena ude ubenzele okumkani ukwonakala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makwazeke ngoku kukumkani, ukuba othi, xa uthe wakhiwa lo mzi, zafezwa neendonga zawo, angarholi rhafu nasithabathaba, nalunikelo, kude kuye kuxhwaleka ookumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku makayazi ukumkani ukuba, ukuba esi sixeko sakhiwa neendonga zabuya zakhiwa, aziyi kukhulula nayiphi na irhafu okanye irhafu, yaye oko kuya kubeka engozini imali yookumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Makaqonde kakuhle ke ukumkani: ukuba esi sixeko sithe savuswa kwakhona neendonga zaso zalungiswa, ziya kunqumka iirhafu, kungekho namrhumo naluphi na uhlobo lomnikelo oluya kuhlawulwa – nto leyo ke iya kuyiqhwalelisa ingxowa yasebhotwe.