Ezra 4:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaza ndakupa umteto, kwafunwa ke, kwafunyanwa ukuba esisixeko kwa kudala sizipakamisile ngakubo okumkani, nokuba kwenziwe impambuko nemvukelo pakati kwaso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiwise umthetho, kwaphicothwa, kwafunyanwa ukuba lo mzi kwakudala uziphakamisile kookumkani, kwenziwa ugwiliko nesiphendu phakathi kwawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndakhupha umyalelo, kwaza kwaphandwa, kwafunyanwa ukuba esi sixeko sidala saba nemvukelo nxamnye nookumkani, yaye kukho imvukelo nemvukelo kuso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndilugunyazisile uphando, kwaza kwaphengululwa kwafumaniseka ukuba esi sixeko kwakudala sinembali yabavukeli-zikumkani – yindawo yovukelo nesiphithi-phithi.