Ezra 4:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo kwabekuko okumkani abanamandla pezu kwayo i‐Yerusaleme, abapata ubukosi pezu kwawo onke amazwe pesheya kwomlambo; kwaye kunikelwa kubo umnikelo, n okuqo̔la, nesitabataba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwabe kukho ookumkani abanamandla eYerusalem, nabanegunya kwilizwe lonke eliphesheya koMlambo apho; kunikelwa kubo irhafu, nesithabathaba, nonikelo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo eYerusalem bekukho ookumkani abanamandla, nabanegunya kuwo onke amazwe aphesheya koMlambo; kwaye iirhafu, iirhafu kunye neerhafu zihlawulwa kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
EJerusalem kwakukho ookumkani abanamandla, belawula kwelentshona ye-Efrati, irhafu neminikelo nemirhumo ihlawulwa kubo.