Ezra 5:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ngowokuqala umnyaka ka‐Koreshe ukumkani we‐Babilone, wanika umteto ukumkani u‐Koreshe, ukuba makwakiwe lendlu katixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa ngomnyaka wokuqala kaKoreshi ukumkani waseBhabheli, ukumkani uKoreshi wawisa umthetho wokuba yakhiwe le ndlu kaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngomnyaka wokuqala kaKoreshi ukumkani waseBhabheli, ukumkani uKoreshi wathi, mayakhiwe le ndlu kaThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“ ‘Kwathi ke kunyaka wokuqala kaKoreshi ukumkani waseBhabheli, ukumkani uKoreshi lowo wawisa umyalelo wokuba mayakhiwe le ndlu kaThixo.