Ezra 5:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Sandula sabaxelela ngokunjalo, angobanina amagama awo amadoda asakayo esisakiwo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Saza senjenje ukuthetha kubo, ngoonantsi noonantsi, amagama amadoda ayakhayo le ndlu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sathi kubo, Ngoobani na amagama amadoda ayakhayo le ndlu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baqhuba bathi: “Khona ngoobani amagama abakhi bale ndlu?”