Ezra 6:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaza lwamisa abaperisite ngezahlukaniso zabo, naba‐Levi ngezahlulo zabo, pezu kwenkonzo katixo, ese‐Yerusaleme; njengokuba̔liweyo encwadini ka‐Mosesi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babamisa ababingeleli ngokwezahlulo zabo, nabaLevi ngokwamaqela abo, phezu kwenkonzo kaThixo eseYerusalem, ngoko kubhaliweyo encwadini kaMoses.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babamisa ababingeleli ngokwamaqela abo, nabaLevi ngokwamaqela abo, ukuba bakhonze uYehova eYerusalem; njengoko kubhaliweyo encwadini kaMoses.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bamisela ababingeleli ngokwezindlu zabo, nabaLevi ngokwamaqela abo, ukuze benze umsebenzi kaThixo eJerusalem, ngokomyalelo obhalwe kwincwadi kaMosis.