Ezra 6:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
niyeke umsebenzi walendlu katixo: inkosi yama‐Juda nabadala bama‐Juda mabayake lendlu katixo endaweni yayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wuyekeni umsebenzi wale ndlu kaThixo. Ibamba lamaYuda namadoda amakhulu akwaYuda mabayakhe le ndlu kaThixo endaweni yayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
wushiyeni umsebenzi wale ndlu kaThixo; irhuluneli yamaYuda namadoda amakhulu amaYuda mayiyakhe le ndlu kaThixo endaweni yayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Musani ukuphazamisana nomsebenzi wokwakhiwa kwale ndlu kaThixo. Umlawuli wamaJuda namadoda amakhulu akwaJuda mabayakhe kwasesizeni sayo indlu kaThixo leyo.