Ezra 7:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
EMVENI kwezizinto, ebukumkanini buka‐Aretashasheta ukumkani we‐Peresiya, u‐Ezera, unyana ka‐Seraya, unyana ka‐Hazariya, unyana ka‐Hilikiya,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emveni kwezo zinto, ebukumkanini buka-Artashashta ukumkani wasePersi, wathi uEzra, unyana kaSeraya, unyana ka-Azariya, unyana kaHilekiya,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emveni koko, ebukumkanini buka-Artashashta ukumkani wasePersi, uEzra, unyana kaSeraya, unyana ka-Azariya, unyana kaHilekiya,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kamva ke, ngethuba lolawulo lukakumkani wasePeshiya uAtashasta, kwagaleleka uEzra, ephuma eBhabheli. UEzra lo wayengunyana kaSeraya, ka-Azariya, kaHilekiya,