Ezra 7:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
unyana ka‐Abishuha, unyana ka‐Finehasi, unyana ka‐Elezari, unyana ka‐Arone umperisite omkulu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
unyana ka-Abhishuwa, unyana kaPinehasi, unyana kaElazare, unyana ka-Aron umbingeleli oyintloko:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
unyana ka-Abhishuwa, unyana kaPinehasi, unyana kaElazare, unyana ka-Aron, umbingeleli omkhulu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ka-Abhishuwa, kaPineyasi, kaElazare unyana wombingeleli omkhulu uAron.