Ezra 8:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakubo onyana baka‐Shelomiti; unyana ka‐Yositiya: nakunye naye amadoda alikulu linamashumi matandatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
koonyana bakaShelomiti ngunyana kaYosifiya, enamadoda alikhulu elinamanci mathandathu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
koonyana bakaShelomiti; Unyana kaYosefu ubenamadoda alikhulu elinamanci mathandathu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwinzala kaBhani nguShelomiti, unyana kaYosifiya, owayenamawabo angamadoda alikhulu elinamashumi amathandathu;