Ezra 8:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakubo onyana baka‐Bebai; u‐Zekariya unyana ka‐Bebai: nakunye naye amadoda angamashumi mabini anesibozo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
koonyana bakaBhebhayi nguZekariya unyana kaBhebhayi, enamadoda amashumi mabini anesibhozo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
koonyana bakaBhebhayi; uZekariya unyana kaBhebhayi ubenamadoda amashumi mabini anesibhozo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwinzala kaBhebhayi nguZakariya, unyana kaBhebhayi, owayenamawabo angamadoda angamashumi amabini anesibhozo;