Ezra 8:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakubo abokupela onyana baka‐Adonikame, abamagama angala: u‐Elifelete, u‐Yeyeli, no‐Shemaya: nakunye nabo amadoda angamashumi matandatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
koonyana bokugqibela baka-Adonikam abamagama angala:nguElifelete, noYehiyeli, noShemaya, benamadoda amashumi mathandathu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
koonyana bokugqibela baka-Adonikam abamagama angala, nguElifelete, noYehiyeli, noShemaya, benamashumi amathandathu amadoda;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwinzala ka-Adonikam nguElifelete noJeweli noShemaya ababengabokugqibela ukufika, benamawabo angamadoda angamashumi amathandathu;