Ezra 8:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Hashabiya, nakunye naye u‐Yesaya, owakubo onyana baka‐Merari, n abazalwana bake, nonyana babo, amashumi mabini;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noHashabhiya enoYeshaya koonyana bakaMerari nabazalwana bakhe, noonyana babo, amashumi amabini;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uHashabhiya wayekunye noIsaya koonyana bakaMerari, abantakwabo noonyana babo abangamashumi amabini;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kunye noHashabhiya, noYeshaya inzala kaMerari, nabantakwabo noonyana babo, amashumi amabini amadoda.