Ezra 8:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kubo onyana baka‐Shekaniya, kubo onyana baka‐Paroshe; u‐Zekariya: nakunye naye amadoda aba̔lelweyo ngokuzalwa alikulu linamashumi mahlanu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
koonyana bakaShekaniya, koonyana bakaParoshe, nguZekariya, enamadoda abhalwe emilibeni yokuzalwa, alikhulu elinamanci mahlanu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
koonyana bakaSeganja, koonyana bakaFaro; uZakariya wayenekhulu elinamashumi amahlanu amadoda abhalisiweyo kwintsapho yakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kaShekaniya; kwinzala kaParoshe nguZakariya owayenamawabo angamadoda alikhulu elinamashumi amahlanu abhalisiweyo;