Ezra 8:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngenani na ngokuba nzima kwezi zinto zonke: kwaba̔lwa konke ukulinganiswa kwazo ngeloxesha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
zanikelwa ngokwenani ngokulinganiselwa kwezinto zonke;konke ukulinganiselwa kwabhalwa ngelo xesha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenani nangobunzima bayo nganye nganye, yaye bonke ubunzima babhalwa phantsi ngelo xesha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yonke ke into eyayilapho yabalwa ngamanani nangobunzima, kwaza ke kwangelo thuba kwabhalwa phantsi.