Ezra 8:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kubo onyana baka‐Pahati‐mowabi: u‐Eliwenai unyana ka‐Zerahiya: nakunye naye amadoda angamakulu mabini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
koonyana bakaPahati wakwaMowabhi nguEliyohenayi unyana kaZeraya, enamadoda angamakhulu mabini;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
koonyana bakaPahati-mowabhi; uElihunayi unyana kaSeraya ubenamadoda angamakhulu amabini;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwinzala kaPahati-mowabhi nguEliyehunayi, unyana kaZeraya, owayenamawabo angamadoda angamakhulu amabini;