Ezra 8:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakubo onyana baka‐Helami; u‐Yesaya unyana ka‐Hataliya: nakunye naye amadoda angamashumi asixe̔nxe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
koonyana bakaElam nguYeshaya unyana ka-Ataliya, enamadoda amashumi asixhenxe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
koonyana bakaElam; uIsaya unyana ka-Ataliya ubenamashumi asixhenxe amadoda;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwinzala kaElam nguYeshaya, unyana ka-Ataliya, owayenamawabo angamadoda angamashumi asixhenxe;