Ezra 9:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Sesiya kuti nina kaloku, Tixo wetu! emveni kwoku? ngokuba siyishiyile imiyalelo yako,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Singathini na kaloku, Thixo wethu, emveni koko? Kuba siyishiyile imithetho yakho, owayiwisayo ngabakhonzi bakho abaprofeti, usithi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku, Thixo wethu, sothini na emveni koko? ngokuba siyishiyile imithetho yakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngoku ke, Thixo wethu, sothini kodwa xa kunje? Kaloku sisuke sayidela imiyalelo